2 Kumkani 15:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UShalum unyana kaYabheshe wamenzela iyelenqe waza wamxabela+ eIbleyam.+ Emva kokuba embulele, waba ngukumkani endaweni yakhe.
10 UShalum unyana kaYabheshe wamenzela iyelenqe waza wamxabela+ eIbleyam.+ Emva kokuba embulele, waba ngukumkani endaweni yakhe.