-
2 Kumkani 15:16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 UMenahem wayixabela ngelo xesha iTifesa nabo bonke abantu ababekuyo nakummandla wayo, kuba ayizange imvulele iigeyithi zayo. Wayixabela waza wabagrabhuza izisu abafazi bayo abamithiyo.
-