2 Kumkani 15:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ngonyaka we-52 kaKumkani uAzariya wakwaYuda, uPeka+ unyana kaRemaliya waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya, ibe walawula iminyaka eyi-20.
27 Ngonyaka we-52 kaKumkani uAzariya wakwaYuda, uPeka+ unyana kaRemaliya waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya, ibe walawula iminyaka eyi-20.