2 Kumkani 15:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 UHosheya+ unyana kaElaha wenzela uPeka unyana kaRemaliya iyelenqe waza wamxabela wambulala; waba ngukumkani endaweni yakhe ngonyaka we-20 kaYotham+ unyana kaUziya.
30 UHosheya+ unyana kaElaha wenzela uPeka unyana kaRemaliya iyelenqe waza wamxabela wambulala; waba ngukumkani endaweni yakhe ngonyaka we-20 kaYotham+ unyana kaUziya.