2 Kumkani 16:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kungelo xesha awathi uKumkani uRetsin waseSiriya nokumkani wakwaSirayeli uPeka unyana kaRemaliya, beza kulwa neYerusalem.+ Bamrhangqa uAhazi, kodwa abazange bakwazi ukusithimba isixeko.
5 Kungelo xesha awathi uKumkani uRetsin waseSiriya nokumkani wakwaSirayeli uPeka unyana kaRemaliya, beza kulwa neYerusalem.+ Bamrhangqa uAhazi, kodwa abazange bakwazi ukusithimba isixeko.