2 Kumkani 16:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UAhazi wathumela abathunywa kuKumkani uTigelati-pilesere+ waseAsiriya, esithi: “Ndisisicaka sakho yaye ndingunyana wakho. Ngoko ke ndicela unyuke uzokundisindisa kwaba kumkani bandihlaselayo, ukumkani waseSiriya nowakwaSirayeli.”
7 UAhazi wathumela abathunywa kuKumkani uTigelati-pilesere+ waseAsiriya, esithi: “Ndisisicaka sakho yaye ndingunyana wakho. Ngoko ke ndicela unyuke uzokundisindisa kwaba kumkani bandihlaselayo, ukumkani waseSiriya nowakwaSirayeli.”