2 Kumkani 16:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UAhazi wathatha isilivere negolide eyayisendlini kaYehova nakwiindawo zokugcina ubutyebi endlini kakumkani, wamnyoba ngazo ukumkani waseAsiriya.+
8 UAhazi wathatha isilivere negolide eyayisendlini kaYehova nakwiindawo zokugcina ubutyebi endlini kakumkani, wamnyoba ngazo ukumkani waseAsiriya.+