2 Kumkani 16:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ukumkani waseAsiriya wasamkela eso sicelo, wenyuka waya eDamasko, wayithimba, wabasa eKire+ abantu bayo, waza wambulala uRetsin.+
9 Ukumkani waseAsiriya wasamkela eso sicelo, wenyuka waya eDamasko, wayithimba, wabasa eKire+ abantu bayo, waza wambulala uRetsin.+