2 Kumkani 16:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngaphezu koko, uKumkani uAhazi wawaphula amacala eenqwelo,+ wazisusa izitya ezazikuzo,+ waza walothula uLwandle kwiinkunzi zeenkomo zekopolo+ ezaziphantsi kwalo, walubeka kwibala eligangathwe ngamatye.+
17 Ngaphezu koko, uKumkani uAhazi wawaphula amacala eenqwelo,+ wazisusa izitya ezazikuzo,+ waza walothula uLwandle kwiinkunzi zeenkomo zekopolo+ ezaziphantsi kwalo, walubeka kwibala eligangathwe ngamatye.+