2 Kumkani 17:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngonyaka we-12 kaKumkani uAhazi wakwaYuda, uHosheya+ unyana kaElaha waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya; walawula iminyaka esithoba. 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:1 “Sonke ISibhalo”, iphe. 148-149
17 Ngonyaka we-12 kaKumkani uAhazi wakwaYuda, uHosheya+ unyana kaElaha waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya; walawula iminyaka esithoba.