2 Kumkani 17:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wathimba iSamariya.+ Emva koko wawathimbela+ eAsiriya amaSirayeli, waza wawahlalisa eHala naseHabhore ngakumlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:6 “Sonke ISibhalo”, iphe. 145, 156
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wathimba iSamariya.+ Emva koko wawathimbela+ eAsiriya amaSirayeli, waza wawahlalisa eHala naseHabhore ngakumlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+