1 Kronike 1:43 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 43 Aba balandelayo ngookumkani ababelawula kwilizwe lakwaEdom+ ngaphambi kokuba nawuphi na ukumkani alawule amaSirayeli:*+ uBhela unyana kaBhehore, isixeko sakhe yayiyiDinabha.
43 Aba balandelayo ngookumkani ababelawula kwilizwe lakwaEdom+ ngaphambi kokuba nawuphi na ukumkani alawule amaSirayeli:*+ uBhela unyana kaBhehore, isixeko sakhe yayiyiDinabha.