1 Kronike 2:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 UKalebhi* unyana kaHetseron, wazala oonyana ngoAzubha umfazi wakhe nangoYeriyoti, yaye aba yayingoonyana bakhe: uYeshere, uShobhabhi noArdon.
18 UKalebhi* unyana kaHetseron, wazala oonyana ngoAzubha umfazi wakhe nangoYeriyoti, yaye aba yayingoonyana bakhe: uYeshere, uShobhabhi noArdon.