1 Kronike 2:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Oonyana bakaKalebhi*+ umntakwaboYerameli yayinguMesha izibulo lakhe, owayengutata kaZifi, kunye noonyana bakaMareshaha utata kaHebron.
42 Oonyana bakaKalebhi*+ umntakwaboYerameli yayinguMesha izibulo lakhe, owayengutata kaZifi, kunye noonyana bakaMareshaha utata kaHebron.