1 Kronike 4:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 UMeyonotayi wazala uOfra. USeraya, wazala uYowabhi, utata wamaGe-harashim* kuba aba babebizwa ngokuba ngabakhandi abangamachule.
14 UMeyonotayi wazala uOfra. USeraya, wazala uYowabhi, utata wamaGe-harashim* kuba aba babebizwa ngokuba ngabakhandi abangamachule.