-
1 Kronike 4:18IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
18 (Umfazi wakhe ongumYuda, wazala uYerede utata kaGedore, uHebheri utata kaSoko noYekutiyeli utata kaZanowa.) Aba yayingoonyana bakaBhitiya, intombi kaFaro, eyatshatwa nguMeredi.
-