1 Kronike 4:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Abanye kumaSimeyon, amadoda ayi-500, uPelatiya, uNeyariya, uRefaya noUziyeli, abangoonyana bakaIshi ababekhokela, baya kwiNtaba YeSehire.+
42 Abanye kumaSimeyon, amadoda ayi-500, uPelatiya, uNeyariya, uRefaya noUziyeli, abangoonyana bakaIshi ababekhokela, baya kwiNtaba YeSehire.+