1 Kronike 5:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Aba ngoonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli. Wayelizibulo kodwa kuba waye wangcolisa ibhedi katata wakhe,+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu,+ unyana kaSirayeli. Ngoko akazange abhaliswe kumnombo wokuzalwa njengezibulo. 1 Kronike ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:1 IMboniselo,10/1/2005, iphe. 9
5 Aba ngoonyana bakaRubhen+ izibulo likaSirayeli. Wayelizibulo kodwa kuba waye wangcolisa ibhedi katata wakhe,+ ilungelo lakhe lobuzibulo lanikwa oonyana bakaYosefu,+ unyana kaSirayeli. Ngoko akazange abhaliswe kumnombo wokuzalwa njengezibulo.