1 Kronike 5:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa kuwo, kuba akhwaza ecela uncedo kuThixo emfazweni, wasiphendula isicelo sawo kuba ethembele ngaye.+ 1 Kronike ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:20 IMboniselo,10/1/2005, iphe. 9
20 Ancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa kuwo, kuba akhwaza ecela uncedo kuThixo emfazweni, wasiphendula isicelo sawo kuba ethembele ngaye.+