1 Kronike 8:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UShaharayim wazala abantwana kummandla wakwaMowabhi* emva kokuba ebayeke bahamba. UHushim noBhahara yayingabafazi bakhe.*
8 UShaharayim wazala abantwana kummandla wakwaMowabhi* emva kokuba ebayeke bahamba. UHushim noBhahara yayingabafazi bakhe.*