-
1 Kronike 8:38IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
38 UAzeli wayenoonyana abathandathu, ibe la ngamagama abo: uAzerikam, uBhokeru, uIshmayeli, uShehariya, uObhadiya noHanan. Bonke aba yayingoonyana baka-Azeli.
-