4 Emva koko uSawule wathi kumphathi wezixhobo zakhe: “Rhola ikrele lakho undihlabe ngalo, ukuze la madoda angolukanga angezi aze andingcungcuthekise.”+ Kodwa umphathi wezixhobo zakhe wala, kuba wayesoyika kakhulu. Ngoko uSawule wathatha ikrele waziwisa phezu kwalo.+