1 Kronike 10:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Bathi abantu bakwaSirayeli ababesentlanjeni* bakubona ukuba wonke umntu ubalekile nokuba uSawule noonyana bakhe bafile, bazishiya izixeko zabo baza babaleka. Emva koko amaFilisti afika aza ahlala kuzo.
7 Bathi abantu bakwaSirayeli ababesentlanjeni* bakubona ukuba wonke umntu ubalekile nokuba uSawule noonyana bakhe bafile, bazishiya izixeko zabo baza babaleka. Emva koko amaFilisti afika aza ahlala kuzo.