1 Kronike 10:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 onke amagorha aphakama, ahamba ayokuthatha isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe. Azizisa eYabheshe,+ awangcwaba amathambo abo phantsi komthi omkhulu eYabheshe, aza azila ukutya iintsuku ezisixhenxe.
12 onke amagorha aphakama, ahamba ayokuthatha isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe. Azizisa eYabheshe,+ awangcwaba amathambo abo phantsi komthi omkhulu eYabheshe, aza azila ukutya iintsuku ezisixhenxe.