1 Kronike 11:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngoko bonke abadala bakwaSirayeli beza kukumkani eHebron, waza uDavide wenza isivumelwano nabo eHebron phambi koYehova. Emva koko bambeka uDavide ukuba abe ngukumkani kaSirayeli,+ ngokwelizwi likaYehova ngoSamuweli.+
3 Ngoko bonke abadala bakwaSirayeli beza kukumkani eHebron, waza uDavide wenza isivumelwano nabo eHebron phambi koYehova. Emva koko bambeka uDavide ukuba abe ngukumkani kaSirayeli,+ ngokwelizwi likaYehova ngoSamuweli.+