1 Kronike 11:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 UBhenaya+ unyana kaYehoyada wayeyindoda enesibindi,* eyenza izinto ezininzi ezibalaseleyo eKabhetseli.+ Waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi, yaye ngemini eyayinekhephu wehla wangena emngxunyeni onamanzi, waza wabulala ingonyama.+
22 UBhenaya+ unyana kaYehoyada wayeyindoda enesibindi,* eyenza izinto ezininzi ezibalaseleyo eKabhetseli.+ Waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi, yaye ngemini eyayinekhephu wehla wangena emngxunyeni onamanzi, waza wabulala ingonyama.+