1 Kronike 12:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 La ngamadoda aweza kuDavide eTsikelage+ ngoxa wayengakwazi ukuhamba-hamba ekhululekile ngenxa kaSawule+ unyana kaKishe, yaye ayephakathi kwamakroti awayemxhasa edabini.+
12 La ngamadoda aweza kuDavide eTsikelage+ ngoxa wayengakwazi ukuhamba-hamba ekhululekile ngenxa kaSawule+ unyana kaKishe, yaye ayephakathi kwamakroti awayemxhasa edabini.+