-
1 Kronike 12:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 La ngamadoda awawela iYordan iphuphuma ngenyanga yokuqala, aza abagxotha bonke abo babehlala emathafeni, abagxothela empuma nasentshona.
-