18 UAmasayi, intloko yabo bangamashumi amathathu, wafikelwa ngumoya+ waza wathi:
“Singabakho Davide, singakuwe nyana kaYese.+
Uxolo, uxolo malube nawe, kunye nalowo ukuncedayo,
Kuba uncedwa nguThixo wakho.”+
Wabamkela uDavide waza wababeka phakathi kweentloko zamajoni.