1 Kronike 12:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Bancedisa uDavide walwa namajoni angabaphangi, kuba bonke babengamadoda anamandla nesibindi,+ yaye baba ziintloko zomkhosi.
21 Bancedisa uDavide walwa namajoni angabaphangi, kuba bonke babengamadoda anamandla nesibindi,+ yaye baba ziintloko zomkhosi.