1 Kronike 14:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Athi amaFilisti akuva ukuba uDavide wenziwe ukumkani kwaSirayeli,+ enyuka onke aya kukhangela uDavide.+ Wathi akuyiva le nto, waphuma eyokulwa nawo.
8 Athi amaFilisti akuva ukuba uDavide wenziwe ukumkani kwaSirayeli,+ enyuka onke aya kukhangela uDavide.+ Wathi akuyiva le nto, waphuma eyokulwa nawo.