1 Kronike 14:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UDavide wabuza kuThixo esithi: “Ndinyuke na ndiyokulwa namaFilisti? Uza kuwanikela na kum?” UYehova wathi kuye: “Nyuka, nakanjani na ndiza kuwanikela kuwe.”+
10 UDavide wabuza kuThixo esithi: “Ndinyuke na ndiyokulwa namaFilisti? Uza kuwanikela na kum?” UYehova wathi kuye: “Nyuka, nakanjani na ndiza kuwanikela kuwe.”+