1 Kronike 17:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ndiza kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizisuse* zonke iintshaba zakho phambi kwakho.+ Ndiza kukwenzela igama, elinjengegama lamadoda azukileyo emhlabeni.+
8 Ndiza kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizisuse* zonke iintshaba zakho phambi kwakho.+ Ndiza kukwenzela igama, elinjengegama lamadoda azukileyo emhlabeni.+