1 Kronike 17:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Wasuka uKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova wathi: “Ndingubani na mna, Yehova Thixo? Xa ibiyintoni yona indlu yam, le nto ude undibeke kule ndawo ndikuyo?+
16 Wasuka uKumkani uDavide wangena, wahlala phambi koYehova wathi: “Ndingubani na mna, Yehova Thixo? Xa ibiyintoni yona indlu yam, le nto ude undibeke kule ndawo ndikuyo?+