1 Kronike 17:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kwanga igama lakho lingahlala likho* lize lidunyiswe+ ngonaphakade, ukuze abantu bathi, ‘UYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli nguThixo kuSirayeli,’ yaye kwanga indlu yomkhonzi wakho uDavide ingamiselwa ingagungqiswa phambi kwakho.+
24 Kwanga igama lakho lingahlala likho* lize lidunyiswe+ ngonaphakade, ukuze abantu bathi, ‘UYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli nguThixo kuSirayeli,’ yaye kwanga indlu yomkhonzi wakho uDavide ingamiselwa ingagungqiswa phambi kwakho.+