1 Kronike 18:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UDavide wathimba iinqwelo eziyi-1 000, abakhweli-mahashe abayi-7 000 namadoda ahamba ngeenyawo ayi-20 000.+ Emva koko wawanqumla imisipha onke amahashe atsala iinqwelo, washiya kuphela ayi-100.+
4 UDavide wathimba iinqwelo eziyi-1 000, abakhweli-mahashe abayi-7 000 namadoda ahamba ngeenyawo ayi-20 000.+ Emva koko wawanqumla imisipha onke amahashe atsala iinqwelo, washiya kuphela ayi-100.+