1 Kronike 18:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Wabeka amajoni kwaEdom, ibe onke amaEdom aba zizicaka zikaDavide.+ UYehova wayemenza oyise* uDavide naphi na apho wayesiya khona.+
13 Wabeka amajoni kwaEdom, ibe onke amaEdom aba zizicaka zikaDavide.+ UYehova wayemenza oyise* uDavide naphi na apho wayesiya khona.+