1 Kronike 19:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ekuhambeni kwexesha wafa uNahashe ukumkani wama-Amoni, waza unyana wakhe wangena ezihlangwini zakhe.+
19 Ekuhambeni kwexesha wafa uNahashe ukumkani wama-Amoni, waza unyana wakhe wangena ezihlangwini zakhe.+