2 UDavide wathi: “Ndiza kumthanda ngokungagungqiyo+ uHanuni unyana kaNahashe, kuba utata wakhe wandithanda ngokungagungqiyo.” Ngoko uDavide wathumela abantu ukuba bayokumthuthuzela kuba eswelekelwe ngutata wakhe. Kodwa ukufika kwezicaka zikaDavide kwilizwe lama-Amoni+ ziyokuthuthuzela uHanuni,