1 Kronike 19:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ekuhambeni kwexesha ama-Amoni aqonda ukuba alivumba elibi kuDavide, ngoko uHanuni nama-Amoni bathumela iitalente* zesilivere eziyi-1 000 ukuze baqeshe iinqwelo nabakhweli-mahashe eMesopotamiya,* eAram-mahaka naseTsobha.+
6 Ekuhambeni kwexesha ama-Amoni aqonda ukuba alivumba elibi kuDavide, ngoko uHanuni nama-Amoni bathumela iitalente* zesilivere eziyi-1 000 ukuze baqeshe iinqwelo nabakhweli-mahashe eMesopotamiya,* eAram-mahaka naseTsobha.+