1 Kronike 19:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 UYowabhi namadoda akhe basondela ukuze balwe namaSiriya, yaye wona abaleka emka phambi kwakhe.+