-
1 Kronike 19:18IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
18 Kodwa amaSiriya awabaleka amaSirayeli. UDavide wabulala abaqhubi bawo beenqwelo abayi-7 000 namajoni amaSiriya ahamba ngeenyawo ayi-40 000, waza wabulala noShofaki intloko yomkhosi.
-