1 Kronike 20:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ekuqaleni konyaka,* xa ookumkani bedla ngokuyokulwa iimfazwe, uYowabhi+ wakhokela umkhosi waza walivuthulula ilizwe lama-Amoni. Emva koko waya kurhangqa iRabha,+ ngoxa uDavide washiyeka eYerusalem.+ UYowabhi wayihlasela iRabha waza wayidiliza.+
20 Ekuqaleni konyaka,* xa ookumkani bedla ngokuyokulwa iimfazwe, uYowabhi+ wakhokela umkhosi waza walivuthulula ilizwe lama-Amoni. Emva koko waya kurhangqa iRabha,+ ngoxa uDavide washiyeka eYerusalem.+ UYowabhi wayihlasela iRabha waza wayidiliza.+