1 Kronike 20:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kwaphinda kwabakho imfazwe namaFilisti, waza uElihanan unyana kaYayire waxabela uLami umntakwaboGoliyati+ umGati, owayenomkhonto owawufana nomphini wabaluki.+
5 Kwaphinda kwabakho imfazwe namaFilisti, waza uElihanan unyana kaYayire waxabela uLami umntakwaboGoliyati+ umGati, owayenomkhonto owawufana nomphini wabaluki.+