1 Kronike 21:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko uDavide wathi kuYowabhi+ nakwiinkosi zabantu: “Hambani, nibale uSirayeli ukususela eBher-shebha ukuya kwaDan,+ emva koko nibuye nizokundichazela ukuze ndilazi inani lakhe.”
2 Ngoko uDavide wathi kuYowabhi+ nakwiinkosi zabantu: “Hambani, nibale uSirayeli ukususela eBher-shebha ukuya kwaDan,+ emva koko nibuye nizokundichazela ukuze ndilazi inani lakhe.”