1 Kronike 21:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa uLevi noBhenjamin abazange babhaliswe,+ kuba uYowabhi wayengawuthandi loo myalelo kakumkani.+
6 Kodwa uLevi noBhenjamin abazange babhaliswe,+ kuba uYowabhi wayengawuthandi loo myalelo kakumkani.+