1 Kronike 21:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko uDavide wathi kuGadi: “Le nto indihlupha kakhulu. Ndicela ukuwela esandleni sikaYehova, kuba unenceba kakhulu,+ kodwa sukundiyeka ndiwele esandleni somntu.”+
13 Ngoko uDavide wathi kuGadi: “Le nto indihlupha kakhulu. Ndicela ukuwela esandleni sikaYehova, kuba unenceba kakhulu,+ kodwa sukundiyeka ndiwele esandleni somntu.”+