-
1 Kronike 21:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Ngaphezu koko, uThixo wokwenene wathumela ingelosi ukuba iyokutshabalalisa iYerusalem, kodwa ithe xa iza kuqalisa, uYehova wayibona waza wazisola* ngaloo ntlekele,+ ngoko wathi kwingelosi eyayizokutshabalalisa: “Kwanele!+ Sithobe isandla sakho.” Ingelosi kaYehova yayikufutshane nebala lokubhula likaOrnan+ umYebhusi.+
-