23 Kodwa uOrnan wathi kuDavide: “Mayilithathe inkosi yam ukumkani ize yenze loo nto iyibona ilungile. Nazi iinkomo ndinikela ngazo ukuze zibe ngumnikelo otshiswayo, isileyi sokubhula+ sibe ziinkuni nengqolowa ibe ngumnikelo wokutya okuziinkozo. Ndinikela ngazo zonke.”