1 Kronike 22:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UDavide walungiselela nentsimbi eninzi ukuze kwenziwe izikhonkwane zeengcango zeegeyithi nezibambi. Walungiselela nekopolo eninzi kakhulu kangangokuba yayingenakumetwa,+
3 UDavide walungiselela nentsimbi eninzi ukuze kwenziwe izikhonkwane zeengcango zeegeyithi nezibambi. Walungiselela nekopolo eninzi kakhulu kangangokuba yayingenakumetwa,+